Ilungu leKhabhinethi maliphathiswe umsebenzi wobupolisa kwaye malenze isigqibo ngenkqubo yomsebenzi wobupolisa kwilizwe lonke emva kokubonisana noorhulumente bamaphondo nokucingela iimfuno zomsebenzi wobupolisa nezinto ezifuneka kuqala kumaphondo njengoko zixelwa ngoorhulumente bamaphondo.